Translation of "mor" into Xhosa

mama, umama, unina are the top translations of "mor" into Xhosa.

mor noun verb common masculine w grammar
+ Add

Danish-Xhosa dictionary

  • mama

    noun

    Både Daniel og hans mor har det godt i dag.

    Namhlanje lo mama kunye nonyana wakhe baqhuba kakuhle.

  • umama

    noun

    Hvilke udfordringer står en enlig mor over for, og hvordan betragter vi sådanne trosfæller?

    Luluphi ucelomngeni ajamelana nalo omnye umama ongenaqabane lomtshato, yaye sibagqala njani abantu abanjengaye?

  • unina

    Hun annoncerede deres bryllupsplaner, men blev fortvivlet over at hendes mor modsatte sig.

    Emva kokuvakalisa amalungiselelo abo okutshata, uTerri wakhathazeka xa wafumanisa ukuba unina wayengavumelani nalo mtshato.

  • unyoko

    Somme tider sagde en nabokone til mig: „De har hentet din mor.“

    Ngamanye amaxesha ummelwane wasekhaya wayedla ngokuthi: “Bemke naye unyoko.”

  • Show algorithmically generated translations

Automatic translations of "mor" into Xhosa

  • Glosbe

    Glosbe Translate
  • Google

    Google Translate

Images with "mor"

Add

Translations of "mor" into Xhosa in sentences, translation memory